2 Kasamweli 9:2 XHO96

2 Kwakukho isicaka sakwaSawule apho, uZibha igama. Kwathiwa masiye phambi kokumkani. Wasibuza ukumkani sakufika wathi: “UnguZibha wena?”Saphendula sathi: “Ewe, ndinguye umkhonzi wakho.”

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 9

imbono 2 Kasamweli 9:2 kwimeko