2 Kasamweli 9:6 XHO96

6 Akufika phambi kokumkani uDavide, uMefibhoshete unyana kaJonatan unyana kaSawule wathi guqaqa ngobuso, wakhahlela kukumkani. UDavide wathi: “Mefibhoshete!”Yena wathi: “Ndim, mna sicaka sakho.”

funda isahluko epheleleyo 2 Kasamweli 9

imbono 2 Kasamweli 9:6 kwimeko