13 UOteniyeli, unyana kaKenazi umninawa omncinci kaKalebhi, wasithimba ke eso sixeko, waza ke uKalebhi wayendisela kuye intombi yakhe uAkesa.
funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 1
imbono Iinkokheli 1:13 kwimeko