Iinkokheli 1:30 XHO96

30 AmaZebhulon nawo zange awagxothe amaKanana awayehlala eKitron naseNalali, kodwa ahlala nawo, awenza izicaka.

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 1

imbono Iinkokheli 1:30 kwimeko