1 Emva koAbhimeleki amaSirayeli akhululwa nguTola unyana kaPuwa umzukulwana kaDodo. Yena wayengowendlu kaIsakare, emi eShamire kweleentaba kwaEfrayim.
funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 10
imbono Iinkokheli 10:1 kwimeko