Iinkokheli 11:21 XHO96

21 Kodwa ke uNdikhoyo uThixo wamaSirayeli wamnikela ezandleni zamaSirayeli uSihon nomkhosi wakhe wonke. Ngoko ke amaSirayeli awuthimba wonke umhlaba wama-Amori awayehlala kuloo mmandla;

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 11

imbono Iinkokheli 11:21 kwimeko