Iinkokheli 11:25 XHO96

25 Ngaba wena ungcono kunoBhalaki unyana kaZipora, ukumkani waseMowabhi? Andithi yena zange acele mngeni kuSirayeli! Wakha walwa nathi kakade?

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 11

imbono Iinkokheli 11:25 kwimeko