Iinkokheli 11:35 XHO96

35 Wathi ke akuyibona wakhathazeka, waziqwenga iimpahla zakhe. Wadanduluka wathi: “Awu, mntwan' am! Ngani ukuba undenjenje ukundixhela! Nguwe ngoku isizekabani sentlungu yam? Ewe, ndifungile ndamthembisa *uNdikhoyo, ngoko ke andinakubuya ngamva!”

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 11

imbono Iinkokheli 11:35 kwimeko