Iinkokheli 11:7 XHO96

7 Waphendula ke yena wathi: “Andithi na kanene nandithiya kangangokuba nada nandigxotha endlwini kabawo. Ngani ke ngoku ukuba nithi nakuba sengxakini nize kum?”

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 11

imbono Iinkokheli 11:7 kwimeko