Iinkokheli 12:1 XHO96

1 Ke wona amaEfrayim axhobela imfazwe, aza aphuma aya eZafoni, afika athi kuJefta: “Bekungani ukuba ungasibizi thina xa usiya kulwa nama-Amon? Uyabona ke ngoku siza kuyitshisa indlu yakho wena uphakathi kuyo!”

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 12

imbono Iinkokheli 12:1 kwimeko