Iinkokheli 13:17 XHO96

17 UManowa ke wasibuza isithunywa sikaNdikhoyo wathi: “Kakade ke ungubani igama lakho? Kuba ke sifuna ukukuwonga akuzaliseka la mazwi akho.”

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 13

imbono Iinkokheli 13:17 kwimeko