24 Ke kaloku umka-Manowa wafumana umntwana oyinkwenkwe, baza bayithiya igama elinguSamson. Yakhula ke inkwenkwe leyo, uNdikhoyo wayithamsanqela.
funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 13
imbono Iinkokheli 13:24 kwimeko