Iinkokheli 13:3 XHO96

3 Ke isithunywa sikaNdikhoyo sabonakala kuye, saza sathetha naye sathi: “Njengoko ungazanga waba namntwana, ngoku uza kukhawula, uze ufumane unyana.

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 13

imbono Iinkokheli 13:3 kwimeko