Iinkokheli 13:5 XHO96

5 Ewe, selukhulelwe; uza kuzala unyana. Ke yena ze zingaze zichetywe iinwele zentloko yakhe, kuba kaloku le nkwenkwe iya kuba *lilolo likaThixo kwasesizalweni sakho. Yiyo eya kuqala ukuhlangula amaSirayeli kumaFilistiya.”

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 13

imbono Iinkokheli 13:5 kwimeko