Iinkokheli 13:8 XHO96

8 Ke kaloku uManowa wathandaza kuNdikhoyo, wathi: “Ngxe, Nkosi yam, khawuphinde umthumele umfo wakwaThixo obumthumile, eze kusifundisa ukuba siyiphathe kanjani na inkwenkwe leyo yakuvela.”

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 13

imbono Iinkokheli 13:8 kwimeko