Iinkokheli 14:3 XHO96

3 Uyise nonina bathi: “Ngani ukuba ude uye kuthatha umfazi kumaFilistiya angalukiyo? Bekungasekho zintombi na apha phakathi kwamawethu?”Kambe ke uSamson wathi: “Ndithatheleni yona, kuba ikuphela kwentombi endifaneleyo.”

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 14

imbono Iinkokheli 14:3 kwimeko