9 Waphakula ubusi apho ke kuyo, wahamba ebutya; waphathela noyise nonina. Kambe ke akabaxelelanga ukuba ubusi obo ubuphakule kwisidumbu sengonyama.
funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 14
imbono Iinkokheli 14:9 kwimeko