Iinkokheli 15:18 XHO96

18 USamson wasuka wanxanwa gqitha, waza wazibika kuNdikhoyo, wathi: “Mna sicaka sakho olu loyiso ndilufumene ngawe; ngani ke ngoku ukuba ndide ndife lunxano, ndibe sisisulu sezi ntlanga?”

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 15

imbono Iinkokheli 15:18 kwimeko