Iinkokheli 16:15 XHO96

15 UDelila ke wathi kuSamson: “Ungathini ukuthi uyandithanda kodwa akundithembi! Kokwesithathu ngoku uphoxisa ngam, ibe ke nangoku akukandixeleli ukuba uwathatha phi la mandla angaka.”

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 16

imbono Iinkokheli 16:15 kwimeko