Iinkokheli 16:18 XHO96

18 UDelila akuqonda ukuba uxelelwe yonke inyaniso nguSamson, wathumela kwizikhulu zamaFilistiya, wathi: “Yizani kwakhona; undixelele konke.” Ke zeza zimphathele imali leyo.

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 16

imbono Iinkokheli 16:18 kwimeko