21 AmaFilistiya ke ambamba, amkhupha amehlo, amtyhaphaza. Amthatha amsa eGaza, amqamangela ngamatyathanga obhedu, amfaka emsebenzini wokusila entolongweni.
funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 16
imbono Iinkokheli 16:21 kwimeko