Iinkokheli 17:2 XHO96

2 Yathetha nonina, yathi: “Ngokuya wawubelwe ishumi elinanye leesiliva ndakuva ushwabula. Kambe ke ikum loo mali; yathathwa ndim.”Unina wamsikelela, wathi: “*UNdikhoyo makakuthamsanqele, nyana wam.”

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 17

imbono Iinkokheli 17:2 kwimeko