Iinkokheli 17:4 XHO96

4 Imali leyo wayibuyisela kunina ke, yena wathatha amakhulu amabini kuloo siliva, wawanika ingcibi, eyakrola umfanekiso otyatyekwe ngesiliva, yenza nomnye otyhidiweyo. Wabekwa endlwini kaMika.

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 17

imbono Iinkokheli 17:4 kwimeko