Iinkokheli 18:10 XHO96

10 Nakufika khona niya kufumanisa ukuba abantu bakhona bazihlalele nje, abanaxhala lanto. Ewe, ilizwe elo lithe gabalala; mayela neentswelo zomntu kukwanto zilungile, ibe ke uThixo ulinikele kuni.”

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 18

imbono Iinkokheli 18:10 kwimeko