Iinkokheli 19:28 XHO96

28 Yathetha naye, yathi: “Vuka sihambe!” Kwathi cwaka. Yaza ke yamthatha, yamxhoma edonkini, yagoduka naye.

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 19

imbono Iinkokheli 19:28 kwimeko