Iinkokheli 20:45 XHO96

45 Amanye asabela entlango, esinga kumawa aseRimon, kwaza kwabulawa amawaka amahlanu ezindleleni. AmaSirayeli athi mbende emva kwawo ukuya kutsho eGidiyon, aza abulala amawaka amabini.

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 20

imbono Iinkokheli 20:45 kwimeko