Iinkokheli 20:48 XHO96

48 AmaSirayeli ke abuya awatshabalalisa onke amaBhenjamin, ebulala konke: ndoda, mfazi, mntwana, nemfuyo le yembala. Azitshisa zonke iidolophu zaloo mmandla.

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 20

imbono Iinkokheli 20:48 kwimeko