Iinkokheli 21:10 XHO96

10 Ngoko ke ibandla lakhupha ishumi elinambini lamawaka amajoni angoompondo-zihlanjiwe, lawayalela ukuba aye eJabheshe, afike abulale wonke umntu nomfazi nomntwana lo wembala.

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 21

imbono Iinkokheli 21:10 kwimeko