Iinkokheli 3:15 XHO96

15 Aphinda amaSirayeli akhala kuNdikhoyo, waza ke yena wawathumela umkhululi uEhudi, inxele, unyana kaGera wendlu kaBhenjamin. AmaSirayeli athumela uEhudi kukumkani uEglon waseMowabhi, emphathele umrhumo.

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 3

imbono Iinkokheli 3:15 kwimeko