Iinkokheli 3:19 XHO96

19 Kambe ke yena wajika ngakwimifanekiso yezithixo ekufuphi neGiligali, wabuya waya kuEglon, wafika wathi kuye: “Mhlekazi, ndicela khe sihlinz' impuku.”Ngoko ke ukumkani wathi: “Shenxani!” Zaphuma ke izicaka zakhe.

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 3

imbono Iinkokheli 3:19 kwimeko