Iinkokheli 3:28 XHO96

28 Wathi kuwo: “Yizani! UNdikhoyo uzinikele ezandleni zenu iintshaba zenu amaMowabhi.” Ngoko ke amaSirayeli ehla, ekhokelwa nguEhudi, aza awalalela amaMowabhi emazibukweni ayeza kuyiwela ngawo iJordan; avala ke apho, akwawela nendoda enye le.

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 3

imbono Iinkokheli 3:28 kwimeko