Iinkokheli 4:9 XHO96

9 Ke yena wathi: “Ewe, ukuhamba oku ndiya kuhamba, kodwa ke uze wazi ukuba udumo lwale mfazwe aluyi kuza kuwe, kuba uNdikhoyo uya kumnikela emfazini uSisera lowo.”Ngoko ke uDibhora waya eKedeshe ehamba noBharaki.

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 4

imbono Iinkokheli 4:9 kwimeko