Iinkokheli 5:14 XHO96

14 Baphuma kwaEfrayim baya kutsho entilini,ezinyaweni zabo inguBhenjamin namawabo;iingqwayi-ngqwayi zeza ziphuma kwaMakire,zona izithwala-ndwe zivela kwaZebhulon.

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 5

imbono Iinkokheli 5:14 kwimeko