Iinkokheli 6:14 XHO96

14 UNdikhoyo ke wabheka kuye, wathi: “Hamba ngala mandla unawo, uwasindise amaSirayeli ezandleni zamaMidiyan. Kaloku ndim okugunyazisayo.”

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 6

imbono Iinkokheli 6:14 kwimeko