Iinkokheli 6:31 XHO96

31 UJowashe wathi kuloo madoda ayemrharhamela: “Kanti ngoku seningakuBhali? Nini abamkhuselayo? Wonke umntu ongakuBhali uza kufa kungekasi. Ukuba uBhali nguthixo makazilwele; kaloku kudilizwe iqonga lakhe.”

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 6

imbono Iinkokheli 6:31 kwimeko