Iinkokheli 6:37 XHO96

37 Ndiza kubeka uboya begusha phaya esandeni sengqolowa. Ukuba ke kuse ibuboya obo bodwa obunombethe, ungekho kodwa emhlabeni, ndiya kuqonda ke ukuba ngenene uza kuwahlangula ngesandla sam amaSirayeli.”

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 6

imbono Iinkokheli 6:37 kwimeko