Iinkokheli 6:6-7 XHO96

6-7 kangangokuba ahlwempuzeka amaSirayeli engenakwenza nto.Ngenxa yale mpatho yamaMidiyan ke amaSirayeli azibika kuNdikhoyo.

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 6

imbono Iinkokheli 6:6-7 kwimeko