Iinkokheli 7:1 XHO96

1 UJerubhali, oko kukuthi uGidiyon, nawo onke amadoda akhe bavuka ngentseni, baya kumisa ngakumthombo waseHarodi. Ke yona ikampu yamaMidiyan yayikwintili engentla kwabo ngakwinduli yeMore.

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 7

imbono Iinkokheli 7:1 kwimeko