Iinkokheli 7:14 XHO96

14 Uwayo lowo ke uthe ukuphendula: “Tyhini, mfondini; nanjani na, lowo ngumkhonto kaGidiyon unyana kaJowashe, umfo wakwaSirayeli. Loo nto ke ithetha ukuba lo mkhosi wamaMidiyan uphela uThixo uwunikela kuye.”

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 7

imbono Iinkokheli 7:14 kwimeko