1 Ke kaloku amaEfrayim athi kuGidiyon: “Bekutheni ukuze ungasibizi thina ukuphuma kwakho usiya kulwa namaMidiyan? Ngani ukuba usiphathe kanje?” Amxoxisa ngamandla.
funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 8
imbono Iinkokheli 8:1 kwimeko