Iinkokheli 8:15 XHO96

15 UGidiyon ke waya kumaSukoti, wafika wathi: “Naba ke uZebha noZalmuna enaniphoxisa ngam ngenxa yabo, nisithi: ‘Ngaba sewuboyisile na ooZebha noZalmuna, le nto selufuna siwunike isonka umkhosi wakhe odiniweyo?’ ”

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 8

imbono Iinkokheli 8:15 kwimeko