Iinkokheli 8:21 XHO96

21 UZebha noZalmuna bathi ke kuGidiyon: “Sibulale ngokwakho; kaloku indoda ibonakala ngamandla ayo.” UGidiyon ke wababulala, waza wazithatha izihombiso ezazisezintanjeni zeenkamela zabo.

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 8

imbono Iinkokheli 8:21 kwimeko