Iinkokheli 9:16 XHO96

16 Waqhuba wathi ke uYotam: “Ngaba niyenze ngokunyaniseka na into yokummisela uAbhimeleki abe ngukumkani wenu? Ngaba nenziwe kukumxabisa nokumhlonipha uJerubhali? Ngaba esi senzo nisenza kwinzala yakhe siyifanele na imisebenzi yakhe?

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 9

imbono Iinkokheli 9:16 kwimeko