Iinkokheli 9:18 XHO96

18 Kodwa ke namhlanje niyivukele inzala kabawo. Nibabulele oonyana bakhe, amashumi asixhenxe onke, phezu kwelitye elinye. Nithe uAbhimeleki unyana awamfumana enkazaneni ezalana nani, namenza ukumkani waseShekem.

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 9

imbono Iinkokheli 9:18 kwimeko