Iinkokheli 9:2 XHO96

2 “Khanithethe nabemi baseShekem xa bebonke, nithi: ‘Nikhetha ntoni na: kukho ukuphathwa ngabo bonke oonyana bakaJerubhali abangamashumi asixhenxe, okanye ukulawulwa nguye abe mnye?’ Khumbulani ukuba ndingumntakwenu.”

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 9

imbono Iinkokheli 9:2 kwimeko