Iinkokheli 9:28 XHO96

28 Wathi uGali unyana kaEbhede: “Xa engubani yena uAbhimeleki inzala kaShekem, ukuba sibe phantsi kwakhe? Akanyana kaJerubhali na? AsinguZebhule na ihlakani lakhe? Hayi bo! Masibuse amadoda akwaHamori usoShekem!

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 9

imbono Iinkokheli 9:28 kwimeko