Iinkokheli 9:31 XHO96

31 Wathumela izigidimi ngasese kuAbhimeleki eAruma, wathi: “UGali unyana kaEbhede nabantakwabo bagalelekile apha eShekem; baxhokonxa abantu khon' ukuze bakuchase.

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 9

imbono Iinkokheli 9:31 kwimeko