Iinkokheli 9:43 XHO96

43 waza ke waphuma nomkhosi wakhe wawahlula-hlula kathathu, waya kubalalela emaphandleni. Wathi akubona abantu bephuma esixekweni, naye waphuma ekuzimeleni, wababulala.

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 9

imbono Iinkokheli 9:43 kwimeko