Iinkokheli 9:5 XHO96

5 Waya nazo kowabo eOfra, waza ke wababulala bonke oonyana bakayise, ebabulalela phezu kwelitye elinye. Kambe ke yona inci kaJerubhali uYotam yazimela yaza yasinda.

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 9

imbono Iinkokheli 9:5 kwimeko