Izililo 1:8 XHO96

8 IJerusalem yone kakhulu,yaza ke ngoko yaba nomlaza.Bonke ababefudula beyihlonele basuke bayidela,kuba bebubonile ubuze bayo.Nayo itsho ngencwina,ide izifihle ubuso.

funda isahluko epheleleyo Izililo 1

imbono Izililo 1:8 kwimeko